Sale
Sondela Sabelane
Original price was: R79,00.R59,00Current price is: R59,00.
Apha kule ncwadi ndibonisa iimvakalelo zam ngokuqhubekayo apha kum naselizweni jikelele. Izinto esizibona mihla le zisuka ziyidandathekise intliziyo yam endikholwayo ukuba nabanye abantu bava ngolu hlobo ndiva ngalo. Ke mna kuba umncedi inguThixo wandipha ukuba intlungu yam yakufika ndiyikhuphele kusiba nephepha. Abathe bafunda kule ncwadi bawufumana nto ze bazipholise amanxeba abangelwa yintlungu ekobu bomi sibuphilayo.
“Imibongo eqoqosha izimilo ezaphukileyo kulutsha, nekwasikhumbuza ngobuntu, umanyano nothando.” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.
Reviews
There are no reviews yet.