Le yiNcwadi yokuSebenza nefuna abantwana bafaka imibala. Yenzelwe ukufundisa abantwana ngebali leKrisimesi kwaye iluncedo ukuze abantwana baqaphele amagama ezinto, abantu kunye neziganeko abazakudibana nazo ngeli xesha. Iyincwadi yesiBini kungcelele lwe” Suffer Little Children”
Le yincwadi ekhuphekayo, eprintwayo. Nceda uyiprinte ukuze abantwana bakho bayisebenzise.
Reviews
There are no reviews yet.