Add to Wishlist
Sale

Izitshanguba Zentlalo

Original price was: R99,00.Current price is: R79,00.

Izinto ezisingqongileyo ekuhlaleni inene aziyonto nje enokuthatyathwa lula. Ziliqela ke izinto ezisetyenziswa ngabantu ukuze banyange ezi zitshanguba zingakhethe mntu nasiduko nakufuma kwesipaji. Abantu abafana nam ke abayiyeki tu into yokubhala imibongo ukuze loo ntlungu ibangelwa zezo zitshanguba ikhe isuke nje kancinci ibaphe umtyhi.
Le ncwadi ibhalwe ngexesha lentlungu engathethekiyo kumntu wonke iCovid-19. Sithe sinemithwalo yethu kakade kwavele kwathi gqi isigebengakazi esishiye amakhaya eziintsalu. Andikwazanga tu ukungaphawuli ngale ntlekele apha, ngethemba lokuba niza kuyonwabela le ncwadi. Makutyiwe ke noko ngoku kudala oku kutya kubondwa.

Categories: ,

“Imibongo ezoba imifanekiso-ngqondweni ngobuchule obungaphaya komlinganiselo. Yiva nje imibongo efana nale: NGASESPORWENI EDEAL PARTY, INDODA EHLAMB’ IZITYA, SOZE INDODA INGAKHALI (I) no (II), LIHLE IBHAYI EBUSUKU, IVILA LOMBHALI, EDUTYWA EDOLOPHINI ndibala ntoni na. Mna ndithi intlalo yethu izele zizitshanguba ezifuna ukucocwa. Njengoko le mboni yakwaZizi sel’ iyihlahlile indlela nathi babhali nabafundi masizeke mzekweni, singen’ efolweni sicoce ezi zitshanguba; izitshambuluka ke ngokwasemaMpondweni kuwe Lawundini” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

You may also like…

Sale
Quick View
Add to basketView cart

Nganeno Komlambo Iqhagqiwa

Original price was: R99,00.Current price is: R79,00.
Uhlobo loncwadi olunqabe kakhulu apho usatshana oluselula lunikwa khona iqonga lokuphalaza imbilini yalo ngale ndlela luziva ngayo. Ingumxube wesiXhosa nesiNgesi nemizobo injalo, ityebe iteketeke; zisikeleni izihlunu eziya kunihluthisa kulo mbengo babhem, mna sendihluthi mpuu. (Ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi)

Chuu Ngcembe Ngemibongo

Original price was: R79,00.Current price is: R59,00.
“UZizi uzithele chuu ngcembe okomkhuhlane wexhego ungxamel’ ukundixaka kunjalo nje kuba usuke wagwev’ eXerha kolu bhalondini lweencwadi. Sithi sisajonge imibongo abe esiphakela amabalana. Nqikani ke babhem nive iBhayinari ukuba lisiphakele ntoni na kulo vimba walo uphuphuma bubomi.” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Indoda Ayikwazi Kuba Yinkedama

Original price was: R99,00.Current price is: R79,00.
Sale
Quick View
Add to Wishlist

Indoda Ayikwazi Kuba Yinkedama

Original price was: R99,00.Current price is: R79,00.
Add to basketView cart
Select the fields to be shown. Others will be hidden. Drag and drop to rearrange the order.
  • Image
  • SKU
  • Rating
  • Price
  • Stock
  • Availability
  • Add to cart
  • Description
  • Content
  • Weight
  • Dimensions
  • Additional information
Click outside to hide the comparison bar
Compare
    1
    Your Cart
    Remove
    Indoda Ayikwazi Kuba Yinkedama
    1 X R79,00 = R79,00