Le ngqokelela yamabalana amafutshane iphicotha imibandela yokuhlala embaxa nexananazileyo. Imalunga nezigqibo ezithatyathwayo neziphumo zazo. Igubhulula izinto ekungafane kuthethwe ngazo. Injongo yombhali ngokwenza oko ‘kugubhulula’ kukwakha, ukulumkisa nokukhulisa ukuba ziingqondi kwethu bafundi beencwadi. Yifunde kunjalo nje soze uzisole.
You may also like…
-
Chuu Ngcembe Ngemibongo
R79.00 -
Indoda Ayikwazi Kuba Yinkedama
R99.00 -
Izitshanguba Zentlalo
R99.00