
Umthubi
R89.00
Le ncwadi yeyemibongo yesiXhosa. Yincwadi yam yesibini enjongo zayo zikukuqhubeka ndidlala indima yokuphucula, ukufundisa, ukulondoloza, kwaye nokonga ulwimi lwethu. Ndinelizwi elincinci elihleli lindikhumbuza ukuba mandidlale indima yam ekuphuculeni ilizwe lethu ukuze abantwana bethu nesizukulwana sethu sibe nako ukuphila ubomi obububo. Ndihlaba ikhwelo ndikhuthaza nabani na oneendlebe ukuba adlale indima yakhe ukuze ashiye umzila nomqela othe qabavu ukubonakala nokucaca oku. Yeyele ke mawethu khaniyonyule nakweli tyeli.
“Uphinde wabuya usis’ Fei nemibongo yakhe enjongo yayo ikukuvuselela izazela zokuba sizingce kwaye sizigase ngobuzwe bethu nobuAfrika. Mxhaseni ke babhem nakweli tyeli ungowenu.” (Ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
Available in both PDF and ePub formats.
Write-On’s ePub eBooks are best read on the Kotobee Reader! Get Your Free ePub Reader Here! Click on the logo!
- Book Author: Faith Buyiswa Mtyida-Ngandi
- Language: isiXhosa
- Publisher: Write-On Publishing
General Enquiries
There are no enquiries yet.
You may also like…
-
Ibhekile
R89.00
Reviews
There are no reviews yet.